It’s a new one from the South African music scene, Nathi Impilo, get song, lyrics and video below

Impilo is the 5th joint on Nathi’s newly released third studio album Iphupha Labantu. The love song follows closely with Nathi’s other songs and it’s one of our early favorites off the new project.

Listen to Impilo below

Click Here To Get Song

Nathi
Ndijonga phezulu ndizam’ukubamb’ inyembezi
Zingehli emehlweni ami
Ngob’ ubunzima sijongene nabo
Masizive sifuman’ amandla
Ukulila kwami kukubhala kwami ingoma ngexeshelifanekileyo
Wonkamagxulu angiphakameleyo
Asezogotshwa phambi kwami

Chorus
Angeke ngikwazi ukuphila ngaphandle kwakho (times 4)
Kunzim’ukuphila ngaphandle kwakho
Inzim’impilo ngaphandle kwakho
Kunzim’ ukuphila ngaphandle kwakho
Inzim’impilo ngaphandle kwakho

Amanda
Iminqweno nemithandazo yethu yeminyaka ayisoze yabhanga
Ukubunjwa nokwakhiwa kwethu akukaveli kusazomangaza
Xa ndisizwa udino lwamado’lwam endleleni ze’ ndomelweze
Nezintw’ezimb’ezithethekileyo
Zifun’ uzonyelisa mandomelele

Back to chorus (both Amanda and Nathi)

BROUGHT TO YOU BY TINAMAGAZINE.COM
Scroll Down Below To Drop A Comment And See More Interesting Posts:
SEE ALSO:  DJ PH – Go Down ft. Rouge